Aw Ubungilethel' Injabulo
Wen' ungfundis' Uthando
Xa ndi cinga ngawe, kvele ngfiki zinyembezi
Wena kant undenze ntoni na?
Mihla yonke ndithetha ngawe
Bomi bami abulutho
Ngaphandle kwakho
Aw Ubungilethel' Injabulo
Wen' ungfundis' Uthando
Xa ndi cinga ngawe, kvele ngfiki zinyembezi
Wena kant undenze ntoni na?
Mihla yonke ndithetha ngawe
Bomi bami abulutho
Ngaphandle kwakho
Nhliziyo yam ayik'thol' Ukphumula Mmmm Wakhubazek' Umoya wam
Nginiki themba ngith' usazobuya
Loshona nin ilanga ngidliwu nembeza
Sthandwa sam ngyak'khumbula
Mawungekho eduze kwam akukho lula
Nabantwana endlin bayalila
Buyele khaya there's no place like home
Aw Ubungilethel' Injabulo
Wen' ungfundis' Uthando
Xa ndi cinga ngawe, kvele ngfiki zinyembezi
Wena kant undenze ntoni na?
Mihla yonke ndithetha ngawe
Bomi bami abulutho
Ngaphandle kwakho
Aw Ubungilethel' Injabulo
Wen' ungfundis' Uthando
Xa ndi cinga ngawe, kvele ngfiki zinyembezi
Wena kant undenze ntoni na?
Mihla yonke ndithetha ngawe
Bomi bami abulutho
Ngaphandle kwakho
Nawu yazi mama
Andilutho m'na
Ngaphandle kwakho
Ngaphandle kwakho
Nd'yofela la m'na
Nd'yofela la m'na
Nd'yofela la m'na
Aw ndilinde wena
Aw ndilinde wena
Wena Ung'lethela Injabulo
Aw Ubungilethel' Injabulo
Wen' ungfundis' Uthando
Xa ndi cinga ngawe, kvele ngfiki zinyembezi
Wena kant undenze ntoni na?
Mihla yonke ndithetha ngawe
Bomi bami abulutho
Ngaphandle kwakho
Aw Ubungilethel' Injabulo
Wen' ungfundis' Uthando
Xa ndi cinga ngawe, kvele ngfiki zinyembezi
Wena kant undenze ntoni na?
Mihla yonke ndithetha ngawe
Bomi bami abulutho
Ngaphandle kwakho