(Umbumbumbu uthela kwayeka)
Khanqhuzise impempho niguqe ngedolo
Nicele izinyanya zikhanyise indlela
Ndikhuphuka phantsi eBizana
Kumhlaba wempondo kwaMbumbumbu uthela kwayeka
Dlala ingoma yeTrap ungabona abafana abadala beyishayela imfene
Ndik'landa udlula ngedlela ndik'cele indlebe
KwiRap mandibiza uchwepheshe, eyy
(Uyagula, ungedluli)
Yah, eyy, yah
The flow is too sick my nigga
Uzogcwala ngeKing my nigga
Kusukela k'dala bendihleli ndibachaza
Ukuba usaqala uzondichola ngendlela
Ndathi ndisoybamba ndagadla ngamandla
Bakhuza bakhala like "Hayi kwanele"
And'thethi kakhulu andililo iciko
Xa udlala iBeat ndiqoqa isbindi
Ndibhala umlilo ofuna iBeef imfazwe ndiyivusa kwalapha eziko
Ndirepha engathi ndigcina isiko
Biting the style bafaka izinyo
Married the game ndiyenza idikazi
Because ndiyabona ayinaso ismilo
Sphuma eBizana
Bavala amasango abafuni singene
Bashayile phantsi songena ngenkani
Hayi abasazi basiva ngebali
Hayi akudlalwa eBizana
Basbhekela phantsi basithatha kancane
Bacinga ukuba asinayo indawo
Kodwa kethina singena ngenkani
Hayi asidlali siphuma eBizana
Vele akdlalwa eBizana kwedini
Thetha sgavela sikushayele umcimbi
Sphusha impilo ngenani lokgcina
Ntwan siyiwisela phantsi xa ithetha kakhulu asivani nomfana onolwini
Sphethe amagqala angaDesha ngeSbindi
Zinto ezinxiba iskibha ebusika
Besbambene sonke sifana nosapho xa sisazi uzalwa lapha emphakathini
Bringing the fall off, of the beast
Cutting the off guillotine
Ugogo uneSafe ufelemntwin
Tata akathethi uxakekile
Mama akalali ubelekile
Beef asiyisweli iqhelekile
Sphuma eBizana
Bavala amasango abafuni singene
Bashayile phantsi songena ngenkani
Hayi abasazi basiva ngebali
Hayi akudlalwa eBizana
Basbhekela phantsi basithatha kancane
Bacinga ukuba asinayo indawo
Kodwa kethina singena ngenkani
Hayi asidlali siphuma eBizana
Sphuma eBizana
Bavala amasango abafuni singene
Bashayile phantsi songena ngenkani
Hayi abasazi basiva ngebali
Hayi akudlalwa eBizana
Basbhekela phantsi basithatha kancane
Bacinga ukuba asinayo indawo
Kodwa kethina singena ngenkani
Hayi asidlali siphuma eBizana
Qonqo konakele
BaRepha abo chos chos kubonakele
Thinsa simsoco vele
Iverse siyifak' opele
Nigga we so dope ungazbona sowbiza amaPopo
If ninstwempu nikhala nganton pho
Amarepha ndiwagadla ngaleFlow cause its so dope
Thina sizthela kwisitha sigadle ngamadla intlugu iyaphilisa (Philisa)
Ndiphethe iflows ezininzi zingagcwala iTank
Kanizame iPilisi (Ipilisi)
Singena kwindawo ngamadle siyifakele umfutho siyiphendule ifilim (Filim)
Nyana kaVundla ufikile
Ukuba ucinga untswempu ndiyakuphikisa (Gcwala)
Sphuma eBizana
Bavala amasango abafuni singene
Bashayile phantsi songena ngenkani
Hayi abasazi basiva ngebali
Hayi akudlalwa eBizana
Basbhekela phantsi basithatha kancane
Bacinga ukuba asinayo indawo
Kodwa kethina singena ngenkani
Hayi asidlali siphuma eBizana
Sphuma eBizana
Bavala amasango abafuni singene
Bashayile phantsi songena ngenkani
Hayi abasazi basiva ngebali
Hayi akudlalwa eBizana
Basbhekela phantsi basithatha kancane
Bacinga ukuba asinayo indawo
Kodwa kethina singena ngenkani
Hayi asidlali siphuma eBizana