Nom'uthand'ungathandi
Umnyama ngendalo
Ungazigabhis'ufuthe
Wen'untsundu ngendalo
Tshintsh'imibala yenwele
Kodwa ngaphantsi zinjalo
Fakele nezamahashi
Ingaphel'imizamo
Sizintlanga zizizwe
Simnyama ngendalo
Nabamanye amazwe
Bayazidla ngendalo
Namantombi alapha
Mahle nawo ngendalo
Ndiyeke mna ndiright lana
Sunditsala ngengalo
Ay yho yho yho yho yho
Sunditsala ngengalo
Ay yho yho yho yho yho
Kant'awub'and'fan'nalo
Angekh'undiqhathaqhathe
Ndiphelele ndihlel'apha mn'andishotelwa
Yintomb'omthonyama
Yintoni ngath'awuxolanga?
Yintomb'omthonyama
Uman'ungena (Yintomb'omthonyama)
Yintoni ngath'awuzazi?
Yintomb'omthonyama
Aw mbelukaz'emanz'andonga
Sikuthanda unjalo
Awudingi nokuTweeze-a
Uqhame unjalo
Oh uvel'ukhanye nax'uchebile
Nob'uyazkhulisa
Uchulo lwakho baba kuyandichaza
Ay yho yho yho yho yho
Sunditsala ngengalo
Ay yho yho yho yho yho
Kant'awubon'and'fan'nalo
Angekh'undiqhathaqhathe
Ndiphelele ndihlel'apha mn'andishotelwa
Ay yho yho yho yho yho
Sunditsala ngengalo
Ay yho yho yho yho yho
Kant'awubon'and'fan'nalo
Ey mandihlale ndihlupheka
Kodw'andidlali ngentsusa nebala lam
Yintomb'omthonyama
Yintoni ngath'awuxolanga?
Yintomb'omthonyama
Uman'ungena (Yintomb'omthonyama)
Yintoni ngath'awuzazi?
Yintomb'omthonyama
Yintomb'omthonyama
Yintoni ngath'awuxolanga?
Yintomb'omthonyama
Uman'ungena (Yintomb'omthonyama)
Yintoni ngath'awuzazi?
Yintomb'omthonyama